Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 14:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke ndabele eliya leentaba ndalithenjiswa nguNdikhoyo mhla ndenza ingxelo. Nawe ngokwakho weva ngaloo mini ukuba olwaa hlanga lweengxilimbela kuthiwa ngama-Anaki ayehlala apho ezixekweni ezikhulu ezingqingwe ngeendonga. Ukuba uNdikhoyo ungakum ndozichitha kanye njengoko yena watshoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:12 kwimeko