Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 13:30 Ibhayibhile (XHO96)

ummandla waso waya kuthi xhaxhe ngeMahanayim, wadibanisa neBhashan – wonke ummandla kakumkani uOgi waseBhashan, kunye nazo zonke ezo lali zimashumi mathandathu zaseJayire eBhashan.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:30 kwimeko