Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 13:2-3 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo le imimandla esaseleyo:ummandla wamaFilistiya (akumkani zawo zihlala eGaza naseAshdode, eAshkelon, eGati, nase-Ekron);ummandla wamaGeshure (ekudla ngokuthiwa ngowamaKanana, usuka ngakwintlambo iShihore ngakwimida yeJiputa, kuse emantla kwimida yase-Ekron);ummandla wama-Avi;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:2-3 kwimeko