Lema bhunxe ilanga,nenyanga nayo ayahamba,kwada kwaba aloyisile utshaba amaSirayeli.”Oku kwenzeka njengoko kuxeliwe kwiNcwadi kaYashare. Ilanga lema bhunxe embindini wesibhakabhaka, alakhawuleza ukutshona isithuba esingangemini iphela.