Xa ndilalayo ndithi: ‘Yaz'ba kuya kusa nini na?’Nobo busuku ke busuka bube bude gqitha,ke mna ndibe ndimbola-mboleka kude kuse.