Imihla yakhe injengeyekhoboka elisoloko lilangazelela ukuhlwa;injengeyomqeshwa olangazelela umvuzo wakhe.