Kwakuba njalo ke kutsho kuhlw' emini kuzo;kuthi kusemin' emaqanda, zona zitotobe ziphampathe ngathi kukwabhadakazi!