Ikhatshwa kukududuma kwelizwi lakhe,lizongoma ngezwi lobungangamsha bakhe.Xa avakalisa izwi lakhekuba zizabhokhwe zombane ezingathintelekiyo.