Ukuba ke bayamva bemthobela uThixo,boyigqiba imihla yabo bexhamla indyebo,neminyaka yabo ibe yeyokwaneliseka.