“Kambe akukho hlwempu elizibikayo endingalincedanga,nditsho elaliphakamisela izandla kum licela uncedo.