Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobi 3:23-26 Ibhayibhile (XHO96)

23. Ngani ukuba balibone ilanga abandlela imfiliba,abo babiyelweyo nguThixo?

24. Kuba ukutya kwam yincwina;ukugcuma kumpompoza njengamanzi.

25. Kuba ndihlelwa zezo zinto zindinkwantyisayo;ezindinxunguphalisayo zezona zindihlelayo.

26. Andinako ukuzola, ndingenako nokonwaba;Andifumani kuphumla, kuba ndasoloko ndijijitheka.”

funda isahluko epheleleyo Uyobi 3