Kaloku yena ngaloo mandla akhe waluthomalalisa ulwandle,waza kwangobo buchule bakhe wamvikiva uRahabhi isilo saselwandle.