Ewe, abahlelelekileyo bavuka kusasa, bexelengela ukutya kwabo,oku kweqwarha elibhadula ezindle lifuna ukutya koozintlango;yinkqantosi kuphela ebonelela abantwana babo ngokutyiwayo.