Uthi ngaba uSomandla unolutho aluzuzayo ukuba wena ulilungisa?Khona sekusithiwa awunabala, imnceda ntoni loo nto?