Ngaba uThixo usibekela abantwana isohlwayo sabazali?Hayi bo; makohlwaye abo bonileyo ngokwabo,khon' ukuze nabo baqonde.