Uyazenzakalisa ngalo msindo wakho.Ngaba umhlaba mawujike ube yinkangala ukungqinela ukunyaniseka kwakho?Uthi makudilik' amawa ezindaweni zawo?