Nam bendingathethayo ngolo hlobo xa ibinini abakule meko ndikuyo;bendiya kuthetha nani ndimana ndichan' amagama,ndide ndimane ndihlunguzela intloko.