Kodwa wena uyalitshitshisa ithemba lomntu,oku kweentaba ezidilikayo zivuthuluke,oku kwamawa asunduziweyo angabi sabakho,nditsho oku kwamanzi awadlayo amatye,okwezandyondyo zemvula eziwukhukulisayo umhlaba.