UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Uvela phi wena?”Ke yena uSathana waphendula uNdikhoyo wathi: “Ndivela ekubhaduleni, ndisihla ndinyuka, ndijikeleza ehlabathini.”