Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobi 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wayefuyile eneegusha ezingamawaka asixhenxe, amawaka amathathu eenkamela, newaka leenkabi zeenkomo, needonki ezingamakhulu amahlanu. Ngokunjalo ke lo mfo wayenenyambalala yezicaka. Ke uYobi lo wayeyeyona ndoda isisinhanha kubo bonke abantu kwelasempuma.

funda isahluko epheleleyo Uyobi 1

imbono Uyobi 1:3 kwimeko