Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobi 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

kwaza kwasuka kwavuthuza inkanyamba, ivela ngasentlango. Isuke yadlikidla amacala omane endlu leyo, yabawela abantwana abo, bafela apho bonke; ndim ndedwa osindileyo. Ewe, ndim kuphela osindileyo ukuze ndikubikele.”

funda isahluko epheleleyo Uyobi 1

imbono Uyobi 1:19 kwimeko