“Ke kwintaba iZiyon kuya kubakho abasindileyo;yona yobuya ibe yindawo engcwele.Indlu kaYakobi iya kulixhamla ilifa layo,libe sezandleni zayo.