Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 9:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wena wamfumanisa enyanisekile,waza wenza umnqophiso nayewokunika izizukulwana zakheumhlaba wamaKanana namaHiti,ama-Amori namaPerezi,amaJebhusi namaGirgashi.Waza ke waligcina elo dinga,kuba wena ulilungisa.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:8 kwimeko