Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 9:5 Ibhayibhile (XHO96)

Aba baLevi bangooYeshuwa, uKademiyeli, uBhani, uHashabeneya, uSherebhiya, uHodiya, uShebhaniya, noPetaya, basuka bathi: “Phakamani nibonge uNdikhoyo uThixo wenu, umahlal' ehleli ngonaphakade kanaphakade, nithi:“Malibongwe igama lakho elidumileyo;ngamana laphakanyiselwa phezulu kunayo yonke intsikelelo nezibongo.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:5 kwimeko