Kodwa ngenxa yaloo mfobe yakho wena akubatshitshisanga;wena zange ubalahle, Thixondini onesisa nenceba.