“Wabanikela izizwe nezikumkani,wababela nezo zisekudeni,suka bawuthatha umhlaba kaSihon,bawuthatha umhlaba kaOgi ukumkani waseBhashan.