Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 9:15 Ibhayibhile (XHO96)

Bakulamba wabanika ukutya,ukutya okuvela ezulwini.Bakunxanwa wabanika amanzi,amanzi aphuma eliweni.Wena wabayalela usithi mabalithathe elo lizwe,umhlaba owabafungela ngawousithi sobanika isandla sakho.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 9

imbono Unehemiya 9:15 kwimeko