Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 7:47-57 Ibhayibhile (XHO96)

47. inzala kaKerosi noSiya noPadon,

48. inzala kaLebhana noHagabha noShalmayi,

49. inzala kaHanan noGidele noGahare,

50. inzala kaRaya noRezin noNekoda,

51. inzala kaGazam noUza noPaseya,

52. inzala kaBhesayi noMewunim noNefusim,

53. inzala kaBhakebhuki noHakufa noHarure,

54. inzala kaBhezeliti noMehida noHasha,

55. inzala kaBhakose noSisera noTema,

56. inzala kaNeziya noHatifa

57. Kwinzala yezicaka zikaSolomon ezibuyileyo ekuthinjweni:inzala kaSotayi noSoferete noPerida,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7