Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 7:22-40 Ibhayibhile (XHO96)

22. inzala kaHashum 328

23. inzala kaBhezayi 324

24. inzala kaHarifi 112

25. inzala kaGibheyon 95

26. amadoda aseBhetelehem naseNetofa 188

27. amadoda aseAnatoti 128

28. amadoda aseBhete-azemavete 42

29. amadoda aseKiriyati-yarim naseKefira naseBheroti 743

30. amadoda aseRama naseGabha 621

31. amadoda aseMikmas 122

32. amadoda aseBhetele naseAyi 123

33. amadoda enye iNebho 52

34. amadoda enye iElam 1 254

35. amadoda aseHarim 320

36. amadoda aseJeriko 345

37. amadoda aseLodi naseHadide naseOno 721

38. amadoda aseSena 3 930

39. Nalu uludwe lwababingeleli ababuyileyo ekuthinjweni: inzala kaYedaya wendlu kaYeshuwa 973

40. inzala kaImere 1 052

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7