Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 7:18-24 Ibhayibhile (XHO96)

18. inzala ka-Adonikam 667

19. inzala kaBhigwayi 2 067

20. inzala ka-Adin 655

21. inzala ka-Atere ngomlibo kaHezekiya 98

22. inzala kaHashum 328

23. inzala kaBhezayi 324

24. inzala kaHarifi 112

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 7