11. inzala kaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 818
12. inzala kaElam 1 254
13. inzala kaZatu 845
14. inzala kaZakayi 760
15. inzala kaBhinuwi 648
16. inzala kaBhebhayi 628
17. inzala ka-Azegadi 2 322
18. inzala ka-Adonikam 667
19. inzala kaBhigwayi 2 067
20. inzala ka-Adin 655
21. inzala ka-Atere ngomlibo kaHezekiya 98
22. inzala kaHashum 328
23. inzala kaBhezayi 324
24. inzala kaHarifi 112
25. inzala kaGibheyon 95
26. amadoda aseBhetelehem naseNetofa 188
27. amadoda aseAnatoti 128
28. amadoda aseBhete-azemavete 42
29. amadoda aseKiriyati-yarim naseKefira naseBheroti 743