Kananjalo ke mna ndandisitya namaJuda alikhulu elinamashumi amahlanu, kunye nabaphathiswa ndawonye nâbo babeze kuthi besuka kwizizwe ezisingqongileyo.