Mna namawethu, namadoda angabalindi, sasingazikhululi iimpahla esizinxibileyo; sasihlala sigaxele izikhali noba siya kukha amanzi.