Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 11:30 Ibhayibhile (XHO96)

eZanowa, eAdulam neelali zazo, eLakishe namasimi ayo, eAzeka neziphaluka. Ewe, babethe qwelele kuwo wonke loo mmandla ukusuka eBheshebha kuye kwintili yeHinom.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 11

imbono Unehemiya 11:30 kwimeko