Akwaba ubungumnakwethu,nditsho owancanca kumama.Bendiya kukuncamisa naphandle phaya,ndize ndingagxekeki noko.