Intamo injengenqaba yamabamb' endlovu.Amehlo anjengamachibi aseHeshbhon,lawo angasesangweni leso sixekokazi.Impumlo ngathi yinqaba yaseLebhanon,leyo ikhangelene neDamasko.