Simke saya emyezweni waso,apho kutyalwe iziqholo khona.Sizalusele khona emyezweni,kananjalo siqokelela iinyibiba.