Ndihle nday' emyezweni wemithi yeenati,ndaya kubuka izityalo entilini.Ndiye kukhangela ukuba imidiliya iyadubula na,nokuba ngaba imirharnati iyatyayamba na.