ndasivulela isithandwa sam.Kodwa phi kwaphi, sasimkile nje!Benditsho ndasilangazelela sakuthetha,ndaba ngathalaza andasibona,ndaba ngamemeza, tu impendulo!