Vumbuluka, moya wasentla;vuthuza, moya wasezantsi!Phepheza emyezweni wam,ivumba lawo litsho lithi saa!Masingene emyezweni waso isithandwa sam,singcamle ezona ziqhamo.