Awu, ndithe swii nguwe, mtshakazi wam, dad' ethu!Uthando lwakho lundanelisa ngaphezu kwewayini;nevumba lamafutha akho lingaphezulu kwazo zonke iziqholo.