Awu ke wena, sithandwa sam, awusemhle ngako —uyinzwakazi enomkhitha!Loo mehlo angaphaya kwesigqubuthelonqwa namahotyazana;iinwele ngathi ngumhlambi weebhokhwexa zisihla kwiintaba zaseGiliyadi.