Ukubanje ndahlukane nabosuka ndagaxeleka kuye ndamfumana.Hayi ke, ndambamba andamyeka,ndaza ndaya naye endlwini kamama,kwigumbi lalowo ndakhawulwa nguye.