Uduma lwakho alunakunyangeka;awenzakalanga ungxwelerhekile!Abazivayo iindaba zokuwa kwakho basuka baqhwabe izandla.Ngubani ongayingcamlanga inkohlakalo yakho engenasiphelo?