UNdikhoyo umisele umyalelo ngawe, Niniva:“Wena akuyi kuba nasizukulwana;igama lakho aliyi kuhlwayeleka.Ndoyitshabalalisa imifanekiso eqingqiweyo netyhidiweyoapho kuloo ndlu yothixo wakho.Sendikumbela ingcwaba,kuba uphuthile.”