Wena uya kunyaniseka kuYakobi,uya kubuya ngenceba kuAbraham,njengoko wabhambathisayo ngesifungo koobawo,kudala-dala ngemihla yamandulo.