Zosuka zity' uthuli njengeenyoka;zofana nezidalwa ezirhubuluzayo,eziphuma emingxunyeni zingcangcazela.Ziya kunkwantya phambi koNdikhoyo uThixo wakho,zitsho zoyike ngenxa yakho.