Kaloku ulandele imikhuba kaOmri,uhamba ngezenzo zendlu ka-Ahabhi.Ewe, uthene nca nezithethe zabo.Ngoko ke ndosuka ndikutshabalalise,abantu bakho bona babe yintlekisa.Uya kukuthwala ukungcikivwa kwabantu bam.”