Amasalela kaYakobi oba phakathi kwezizwe ezininzi;oku kombethe ovela kuNdikhoyo,oku komvimbi engceni;kaloku wona awujongi mntu,wona awubalindi oonyana babantu.