Uya kumiselwa ukwalusa umhlambi,enamandla *kaNdikhoyo,enobungangamsha begama likaNdikhoyo uThixo wakhe.Ewe, bona bohlala bekhuselekilekuba kaloku ubungangalala bakhebofikelela nakwiziphelo zehlabathi.